Joyous Celebration – Ndenzel’ Uncedo Hymn 377 Lyrics

Hlala, ho hlala nami
Litshonil’ ilanga
Ubusuku bufikile Nkosi

Mandi, mandingasali
Ndingenay’ uMncedi
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’

Buya, buyakhawleza obu bomi bami
Ndiya, ndiyashiywa zezomhlaba izinto
Mna ndibona iiguquleko, iiguquleko zodwa
Wen’ ongaguquki, ohlala nam’
Tyhini ndenzel’

Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’

Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam’

Ndenzel’, ndinzel’ uncedo ngokuhlala nam’