Yallunder – Ndinovalo Lyrics

Nanga lamathunzi
Afika nenyani
Ahamba nelanga
Nokuncuma kwam

Andikwaz’ ulala
Ingqondo iyala
Kubuya iingcinga
Zokuzibulala

Ndinovalo (Oooh ooh ooh)
Ndinovalo (Oooh ooh ooh)
Ndinovalo (Oooh ooh ooh)
Ndinovalo (Oooh ooh ooh)

Emini ndoyakwazi
Ukuphilisana nani
Ndinsuma ndiveze elokugqibela
Ndibaleka iimizubo

Ewe andifuni kukubuzwa
Ngoba ukukhala akusizi
Ngakho ndifihla zonke iintlungu zam
Ndilinde ubusuku (Ndilinde ubusuku)

Ndinovalo (Oooh ooh ooh)
Ndinovalo (Oooh ooh ooh)
Ndinovalo (Oooh ooh ooh)
Ndinovalo (Oooh ooh ooh)

Ndolulel ‘isandla
Kumnyama empilweni yam
Ndolulel’ isanda
Kumyama