Sun-EL Musician – Ubomi Abumanga lyrics

Sun-EL Musician – Ubomi Abumanga lyrics
(ft. Msaki)


Bekukudala ngoko useneminqweno
Khawude uwele iblohho, uze nganeno
Bekukudala ngoko usenazinjongo
Khawude uwele iblohho, uze nguyenaneno
Sasikhule sonke
Sphupha emazulwini
Scakamel’ilanga (scakamela ilanga)
Yiza ndikhumbuze
Ubomi abumanga

Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abakho
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abakho

Vul’amehlo ujonge
Noba akululanga
Ntaka zivukile
Ubomi abumanga
Izakhono zakho, neziphiwo zakho
Azikuphelelanga
Ubomi abumanga
Sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela
Lizophum’ilanga (lizophum’ilanga)
Yiza ndikukhumbuze
Ubomi abumanga

Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abakho
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abakho

YouTube video